1 Aba ke ngoko agqityiwe ukudalwa amazulu nehlabathi liphela.
2 Ngomhla wesixhenxe uThixo wayeselekugqibile konke awayekwenza, waza ke waphumla.
3 Wawuthamsanqelisa umhla wesixhenxe, wawumisa wangumhla okhethekileyo, kuba ngaloo mhla wayeselegqibile ukudala.
4 Nanga amagqabantshintshi ngokudalwa kwezulu nehlabathi: Ekudalweni kwezulu nehlabathi nguThixo *uNdikhoyo