Eyeziqalo 20:5 XHO96

5 Andibi kanene yilaa ndoda ngokwayo ethe kum ngudade wayo lo, waza naye wathi ingumnakwabo? Le nto ndiyenze ndingenasazela, yaye andonanga bani.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 20

imbono Eyeziqalo 20:5 kwimeko