Eyeziqalo 21:17 XHO96

17 UThixo wamva ekhala umntwana, kwavakala ilizwi lesithunywa livela ezulwini, lisithi kuHagare: “Ukhathazwa yintoni, Hagare? Sukoyika. UThixo umvile umntwana wakho kulaa ndawo umbeke kuyo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 21

imbono Eyeziqalo 21:17 kwimeko