Eyeziqalo 21:23 XHO96

23 Ngoko ke khawufunge ngoku apha phambi koThixo ukuba akusokuze undixokise mna nabantwana bam kunye nabazukulwana bam. Mna ndinyanisekile kuwe, nawe ke ndithembise ukuba uya kunyaniseka kum nakubemi beli lizwe uhlala kulo.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 21

imbono Eyeziqalo 21:23 kwimeko