Eyeziqalo 23:16 XHO96

16 UAbraham wavuma, waza wayibala loo mali yayifunwa nguEfron apho phambi kwabantu. Yaba ngamakhulu amane eesiliva ngokomlinganiselo wabarhwebi.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 23

imbono Eyeziqalo 23:16 kwimeko