Eyeziqalo 24:15 XHO96

15 Uthe engekaphezi nokuthandaza kwafika uRabheka emthonjeni, ethwele ingqayi yamanzi. Yena ke yintombi kaBhetuweli unyana kaNahore umninawa ka-Abraham. Unina kaBhetuweli nguMilika.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 24

imbono Eyeziqalo 24:15 kwimeko