Eyeziqalo 24:67 XHO96

67 UIsake umngenise uRabheka kulaa ntente yayiyekanina uSara, wamenza umkakhe. UIsake wayemthanda kakhulu uRabheka, kangangokuba savaleka nesikroba esabangwa kukusweleka kukanina uSara.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 24

imbono Eyeziqalo 24:67 kwimeko