Eyeziqalo 28:14 XHO96

14 Inzala yakho iya kuba ngangentlabathi ubuninzi bayo. Yaye iya kuxanda, inabe kumacala onke. Zonke izizwe ziya kuthamsanqeliswa ngenxa yakho nenzala yakho.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 28

imbono Eyeziqalo 28:14 kwimeko