Eyeziqalo 28:4 XHO96

4 Wanga uThixo angawagqithisela kuwe nakwinzala yakho amathamsanqa ka-Abraham, niwume loo mhlaba uThixo wayemise kuwo uAbraham kuqala.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 28

imbono Eyeziqalo 28:4 kwimeko