Eyeziqalo 29:33 XHO96

33 Waphinda wazala omnye umntwana oyinkwenkwe, wathi yena nguSimon, esithi: “UNdikhoyo undiphe lo mntwana ngenxa yokuba evile ukuba andithandwa.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 29

imbono Eyeziqalo 29:33 kwimeko