24 Kwicala elingasempumalanga lomyezo uThixo wabeka *izithunywa ezimaphiko nekrele elidangazelayo, elijika-jika lijonge kwiimbombo zonke. Zazilinde ukuba kungabikho bani usondelayo kumthi wobomi.
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 3
imbono Eyeziqalo 3:24 kwimeko