1 URakeli wayengekazali mntwana wonke lo gama. Waba nobukhwele ngodade wabo, wavakala esithi kuYakobi: “Ndiphe abantwana; kungenjalo ndisuke ndife kunale nto.”
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 30
imbono Eyeziqalo 30:1 kwimeko