Eyeziqalo 30:33 XHO96

33 Kuya kuba lula ke kamva ukuqonda xa ndibile. Uya kuthi uqonde ngaloo nto ke xa uze kuhlola ukuba ndibile na: xa uthe wafika ndingenazo iibhokhwe ezingcitha, kungekho nagusha imnyama, uya kwazi ukuba ndibile.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 30

imbono Eyeziqalo 30:33 kwimeko