Eyeziqalo 31:32 XHO96

32 Kodwa ke ukuba kukho umntu apha onayo imilonde-khaya yakho, maze abulawe lowo. Ngoku sikhoyo sonke khangelani nantoni na eyeyenu, niyithathe.” UYakobi wayengazi ukuba imilonde-khaya kaLabhan ibiwe nguRakeli.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 31

imbono Eyeziqalo 31:32 kwimeko