Eyeziqalo 32:22 XHO96

22 Ngobo busuku wavuka uYakobi, wahamba nabafazi bakhe bobabini, namaqadi abo, kunye nabantwana bakhe abalishumi nanye, wawuwela umlambo iJabhoko.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 32

imbono Eyeziqalo 32:22 kwimeko