Eyeziqalo 32:28 XHO96

28 Uthe ke loo mntu: “Akusokubuya kuthiwe unguYakobi, kuba kaloku wena ujijisene noThixo kwakunye nabantu, waphumelela. Ngoko ke kuya kuthiwa unguSirayeli igama lakho.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 32

imbono Eyeziqalo 32:28 kwimeko