Eyeziqalo 33:5 XHO96

5 Akusinga-singa uEsawu, wabona abo bafazi nabo bantwana, wabuza wathi: “Ngoobani aba uhamba nabo?”“Mhlekazi, ngabantwana endibaphiwe nguThixo,” utshilo uYakobi.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 33

imbono Eyeziqalo 33:5 kwimeko