Eyeziqalo 34:19 XHO96

19 UShekem akapholisanga maseko, ngenxa yokuba wayemthanda uDayina intombi kaYakobi. UShekem wayexatyiswe kakhulu kowabo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 34

imbono Eyeziqalo 34:19 kwimeko