Eyeziqalo 34:30 XHO96

30 UYakobi wathi kuSimon noLevi: “Nina nindibangela ingxwaba-ngxwaba ngale nto. Ngoku ndiza kucatshukelwa ngabantu bonke, amaKanana kunye namaPerezi. Andinamadoda maninzi mna. Ukuba bona banokudibana bandihlasele ungatshabalala wonke umzi wam.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 34

imbono Eyeziqalo 34:30 kwimeko