Eyeziqalo 34:7 XHO96

7 Kwakuxa kanye babuyayo emadlelweni oonyana bakaYakobi. Bothuka, bakhathazeka kakhulu bakuyiva into embi kangaka eyenziwe nguShekem yokunyelisa amaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi, nto leyo ingenziwayo kwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 34

imbono Eyeziqalo 34:7 kwimeko