Eyeziqalo 36:10-13 XHO96

10-13 Umka-Esawu, uAda, wazala unyana uElifazi. UElifazi yena wazala uTeman, no-Omare, uZefo, uGatam, noKenazi. Omnye umfazi kaElifazi, uTimna, wazala uAmaleki.UBhasemati, umka-Esawu, yena wazala uRuweli. Yena uRuweli wazala uNahati, uZera, uShama, kunye noMiza.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 36

imbono Eyeziqalo 36:10-13 kwimeko