Eyeziqalo 37:2 XHO96

2 Nanga amagqabantshintshi ngoYakobi.Akuba yinkwenkwe eneshumi linesixhenxe leminyaka ubudala, uJosefu wayedla ngokuhamba nabakhuluwa bakhe abangoonyana bakaBhiliya noZilipha, amaqadi kayise, baye kwalusa impahla. Wayedla ngokubaxela kuyise ngezinto ezingekho mgaqweni ababezenza.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 37

imbono Eyeziqalo 37:2 kwimeko