Eyeziqalo 38:12 XHO96

12 Emva kwethuba umka-Juda intombi kaShuwa wabhubha. Akuba ephumile ehlathini uJuda, wahamba nogxa wakhe uHira waseAdulam, baya eTimna, apho kwakuchetywa khona iigusha zakhe.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 38

imbono Eyeziqalo 38:12 kwimeko