16 Wawela indlela, waya kuye, wafika wathi: “Khawutsho, ufuna ndikunike ntoni?” Esitsho nje wayengaqondi ukuba ubhekisa kumolokazana wakhe.UTamare ke waphendula wathi: “Yintoni ongandinika yona wena?”
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 38
imbono Eyeziqalo 38:16 kwimeko