Eyeziqalo 39:12 XHO96

12 Umka-Potifare wambamba, emtsala ngengubo, wathi: “Yiza kaloku!” Kodwa waphuncula uJosefu, wabalekela ngaphandle, washiya loo ngubo yakhe eyiphethe ngesandla loo mfazi.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 39

imbono Eyeziqalo 39:12 kwimeko