Eyeziqalo 4:15 XHO96

15 Uphendule wathi uNdikhoyo: “Hayi, akunjalo; ukuba kubekho mntu ukubulalayo, ndomohlwaya ngokuphindwe kasixhenxe.” Waza ke uNdikhoyo wamphawula uKayen khon' ukuze nabani na odibana naye angambulali.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 4

imbono Eyeziqalo 4:15 kwimeko