Eyeziqalo 41:43 XHO96

43 Wamnika enye yeenqwelo zakhe ukuba ajikeleze ngayo njengesekela likakumkani. Wamnika namaphakathi okuhamba emgabulela izigcawu endleleni esithi: “Shenxani nikhahlele!” Wamiselwa ke uJosefu, waba ngumphathiswa waseJiputa.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 41

imbono Eyeziqalo 41:43 kwimeko