Eyeziqalo 41:45-46 XHO96

45-46 Watsho ke ethiya uJosefu igama abizwa ngalo eJiputa elinguZafenati-paneya, wamzekela nomfazi, uAsenati intombi kaPotifare umbingeleli waseOni.Ukuqala kwakhe ukungena kwakumkani waseJiputa wayemashumi mathathu ubudala uJosefu. Wemka ebhotwe, walijikeleza lonke elaseJiputa.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 41

imbono Eyeziqalo 41:45-46 kwimeko