Eyeziqalo 45:10 XHO96

10 Angema kulaa mmandla waseGoshen, apho aya kuba kufuphi nam. Makeze nabantwana bakhe, abazukulwana, iigusha, iibhokhwe, iinkomo, konke okwakhe.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 45

imbono Eyeziqalo 45:10 kwimeko