Eyeziqalo 45:16 XHO96

16 Zakuvakala komkhulu iindaba zokuba uJosefu ufikelwe ngabantakwabo, ukumkani namaphakathi bavuya.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 45

imbono Eyeziqalo 45:16 kwimeko