Eyeziqalo 47:20 XHO96

20 UJosefu wawathenga ke onke amasimi aseJiputa aba ngakakumkani. UmJiputa wonke wathengisa ngentsimi yakhe ngenxa yendlala, aba ke ngakakumkani onke loo masimi abo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 47

imbono Eyeziqalo 47:20 kwimeko