Eyeziqalo 48:20 XHO96

20 Wabathamsanqelisa ke ngaloo mini, esithi: “Xa athamsanqelisa, amaSirayeli aya kunqula athi: ‘Wanga uThixo angakwenza ufuze uEfrayim noManase.’ ” Wenjenjalo ke uYakobi ukumisela uEfrayim abe ngaphezu koManase.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 48

imbono Eyeziqalo 48:20 kwimeko