5 Uqokele wathi uYakobi: “Naba nyana bakho ke babini, Josefu, aba bazalelwe apha eJiputa ndingekafiki, ngabam. UEfrayim noManase ngoonyana bam ncam njengoRubhen noSimon.
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 48
imbono Eyeziqalo 48:5 kwimeko