Eyeziqalo 50:5 XHO96

5 Wathi maze bathi kukumkani: “Xa wayeza kubhubha ubawo wayalela mna Josefu, endifungisa ukuba maze ndimngcwabe kwingcwaba awazilungiselela lona eKanana.” Wathi makancede ke ukumkani amvumele aye kungcwaba uyise, uya kubuya abuye.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50

imbono Eyeziqalo 50:5 kwimeko