23 Kwatshatyalaliswa yonke into ephilayo elizweni: abantu, neenyamakazi, neentaka. Kwasala uNowa kunye nabo babesenqanaweni kunye naye.
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 7
imbono Eyeziqalo 7:23 kwimeko