Eyeziqalo 8:9 XHO96

9 Kodwa alizanga lifumane ndawo yakuhlala ihobe, laza labuyela kuye enqanaweni, kuba umhlaba wawusagqunywe ngamanzi. Wolula isandla uNowa, walibamba, walingenisa enqanaweni.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 8

imbono Eyeziqalo 8:9 kwimeko