Eyeziqalo 9:12-13 XHO96

12-13 Umqondiso walo mnqophiso endikwenzela wona kunye nazo zonke izinto eziphilayo, ngumnyama oya kubakho esibhakabhakeni. Nguwo lowo umqondiso womnqophiso ongasoze ujike endiwenzela abantu nalo lonke elimiweyo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 9

imbono Eyeziqalo 9:12-13 kwimeko