Uhlaziyo-Mnqophiso 1:15 XHO96

15 Ngoko ke ndawathatha loo madoda azizilumko anamava naniwakhethe ngokwezindlu zenu, ndawamisela ukuba ajongane neengxaki zenu. Ndawamisa ke ajongana namaqela angabantu abangamawaka, amakhulu, namashumi ngamahlanu, namashumi ngamanye. Ngokwenjenjalo ndaba ndinimisela amagosa ngokwezindlu zenu zonke.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 1

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 1:15 kwimeko