Uhlaziyo-Mnqophiso 1:39 XHO96

39 “Ngaphezu koko ke uNdikhoyo wathi: ‘Ngabantwana benu kuphela abaya kungena kwelo lizwe; nditsho abo bangekakwazi ukwahlula okubi kokuhle, abo kanye nanisithi nina boba ngamaxhoba otshaba. Elo lizwe ndiya kulinikela kubo, limiwe ngabo.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 1

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 1:39 kwimeko