42 Ke yena uNdikhoyo wathi kum: ‘Balumkise uthi: “Ningayi kulwa; andiyi kuhamba nani ndinilwele; niya koyiswa ziintshaba zenu.” ’
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 1
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 1:42 kwimeko