Uhlaziyo-Mnqophiso 12:18 XHO96

18 Le minikelo kufuneka niyityele phambi koNdikhoyo uThixo wenu, kuloo ndawo ayinyulele ukuzinziswa kwegama lakhe. Yona ke mayityiwe nini nabantwana, izicaka ngokunjalo nabaLevi enihlala nabo, nikuxhamle ngokonwaba ukubulaleka kwenu.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 12

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 12:18 kwimeko