Uhlaziyo-Mnqophiso 13:6 XHO96

6 “Nkqu nomntakwenu, noba ngunyana okanye intombi, mhlawumbi umfazi wakho omthandayo, noba sisihlobo sakho esisenyongweni, singakulukuhla sikukhuthaze ngasese ngelithi: ‘Masiye kunqula thixo bambi’ – thixo abo ongabaziyo nabangazange banqulwe nangooyihlo-mkhulu,

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 13

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 13:6 kwimeko