8 Ngokunjalo nehagu ayityiwa, kuba nayo ayihlambulukanga; kaloku iimpuphu zayo zicandiwe, kodwa ayetyisi. Ezi zilwanyana ke ze ningazityi, futhi nezidumbu zazo ningaze nizichukumise.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 14
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 14:8 kwimeko