Uhlaziyo-Mnqophiso 15:9 XHO96

9 Uze ungali ukumboleka into ngenxa yokuba sowukufuphi unyaka wokucinywa kwamatyala. Into enjalo yinkohlakalo; uze ungayivumeli ingene nokungena oku engqondweni yakho. Xa uthe wala ukumnceda, yena uya kubhenela kuNdikhoyo, uze ke wena ube netyala.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 15

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 15:9 kwimeko