Uhlaziyo-Mnqophiso 2:34-35 XHO96

34-35 Ngokunjalo ke sahlasela satshabalalisa kuzo zonke iidolophu, amadoda, abafazi, ndawonye nabantwana, asashiya nempunde le. Iidolophu sazitshabalalisa; ke sathimba kuphela iinkomo namanye amaxhoba.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 2

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 2:34-35 kwimeko