Uhlaziyo-Mnqophiso 24:14 XHO96

14 “Isicaka osiqeshileyo esisweleyo sukusiqhatha noba singumSirayeli okanye siyintlanga ehlala kwakwezo dolophu zenu.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 24

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 24:14 kwimeko