5 “Indoda esandula ukuthath' umfazi mayingaphumi nomkhosi. Nakuwo nawuphi na umsebenzi onjalo mayikhululeke ixesha elingangonyaka, khon' ukuze ihlale ekhaya yonwabe nomkayo.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 24
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 24:5 kwimeko