40 Umnquma uya kubakho kuyo yonke indawo kwelo lizwe, kodwa wena ungabi nawo amafutha okuthambisa, kuba umnquma lowo uya kuvuthuluka.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 28
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 28:40 kwimeko