Uhlaziyo-Mnqophiso 28:63 XHO96

63 Kwanjengokuba uNdikhoyo wayenemihlali ngani waza waninika inkqubela wanandisa, kuya kuba kwanjalo ukunivuthulula nokunitshabalalisa kwakhe. Niya kuncothulwa nifuduswe kweli lizwe ningena kulo ngoku.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 28

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 28:63 kwimeko