Uhlaziyo-Mnqophiso 31:14 XHO96

14 *UNdikhoyo wabhekisa kuMosis, wathi: “Ngoku sekumbovu ukuba ufe. Ngoko ke biza uYoshuwa, uye naye *esibingelelweni, khon' ukuze ndimyale.” Ngenene ke uMosis noYoshuwa baya esibingelelweni,

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 31

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 31:14 kwimeko